MY Rlabs moms experience jourmy

HI Rlabs moms
 Ndingu LINDIWE ndonwabe kakhulu kukubalapha ndifunde lukhulu ndivuyiswa kukuba ndifumene abantu abanomode ngoba andiyanga esikolweni ndimcici ndifunde sendimdala ndiyabulela kakhulu ngolwazi endilifumaneyo kuRlabs moms enkosi kakhulu

kangangokuba ndifundile ndifuna ukudlulisela nakwabanye abantu kakhulukazi eVOSLOORUS

nase KATLEHONG bayalundinga ucedo lweRlabs moms  ndingenza njani khonukuze balufumane ngomama abayithandayo into entlekakhulu ndiyabulela 
  

  
  
 

Comments

Popular posts from this blog

My RLabs Mom's Journey

SENIORS OUTING